UNdikhoyo yena ufunza njengegorha;yena selequle wada waligangatha.Nankw' esitsho ngentlaba-mkhosi,nto leyo idiza ukutshatshela kwakhe.