Kaloku ingca iyabuna, ivuthuluke intyatyamboyakubethwa ngumoya kaNdikhoyo.Ngenene uluntu nqwa nengca.