Kanti ngaba awazi na?Ngaba zange uve na?UNdikhoyo nguThixo onguSonini-nanini;yena ngumdali wehlabathi jikelele.Yena soze adinwe atyhafe,nengqiqo yakhe ayiphengululeki.