“Ewe, uNdikhoyo uthethe ngolu hlobo mayela nokumkani waseAsiriya:“ ‘Akasoze angene kwesi sixeko,engayi kudubula lutolo apha.Akasoze eze phambi kwaso,engayi kusihlanganisela ngakhaka.Akasayi kwakha asingqinge esi sixeko.