Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 33:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kunyembelekile kuwe, mtshabalalisi;wena ungatshatyalaliswanga!Yeha ke, wena tshijolondini;ke wena siqu awuqhathwa mntu!Uya kuze upheze ukutshabalalisa,ibe nguwe otshatyalaliswayo.Boze bupheze ubuqhophololo bakho,nawe ke ube lixhoba lokuqhathwa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 33

imbono Uisaya 33:1 kwimeko