Kaloku isiyatha sitheth' ubuyatha,nengqiqo yaso iqulunqa ubugwenxa.Sizixakekise ngenkohliso;*uNdikhoyo sihlala simcukuceza ngengcikivo.Simshiya enjalo umntu othezwa liphango,singamkhathalele nganto nokhotheke lunxano.