La maJiputandin' asiThixo, koko ngabantu,namahashe awo asimhlola, koko zizilwanyana.UNdikhoyo wothi angaphakama ibe ziziqwenga,ke yena umncedisi atsho akhubeke,aze ke yena umncedwa awe bhaxa,bonke bavuthuluke batshabalale.