Kambe ke uNdikhoyo usanilindele,usazungula ukunibabala ngesisa.Kaloku yena nguThixo ongajika-jikiyo;hayi ithamsanqa labo bakholosa ngaye!