Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 3:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, uyeza umhla apho iNkosi iya kubohlutha konke abazidla ngako abafazi baseJerusalem – nditsho loo miliza bayinxibayo, naloo malaphu bawathwalayo, amaso ngokunjalo,

funda isahluko epheleleyo Uisaya 3

imbono Uisaya 3:18 kwimeko