Umnqophiso wenu nokufa uya kutshitsha,nesivumelwano nelabafileyo sonqamka.Ekugalelekeni kwaso isithwakumbesona siya kunibetha sinongamele.