Mna Ndikhoyo ndingumalusi waso,mna ndisinkcenkceshela rhoqo;nangobhadakazi andilali, ndalusa sona,hleze ubani asonakalise.