Dana unyoshoze, wena Sidon,nawe, Tire, nqaba yolwandle!Kaloku inzonzobila yolwandle iyakhalaza, ithi:“Mna kaloku andizange ndalunywa;ewe, mna andizange ndazala;zange ndikhulise nyana nantombi!”