“Thath' isigingci ujikelez' isixeko,henyukazindin' eselide laphutha.Sikhalise untyiloze ngengoma kwakhona,ukuze ubuye udle ngendeb' endala.”