Apha ngaphakathi esixekweninakha iqula elinguvimba,nisenzela ukulondoloza amanzilawo aphuma kweliya lidala.Kambe ke kuyo yonke loo ntotu ukuziduba ngalowo ungumcwangcisi –animkhathalelanga lowo wayisekayo kwamandulo.