Ukumkani waseAsiriya uya kubanxula bezé abathinjwa ababambe kwezo zizwe zozibini. Ewe, abadala nabanci baya kubhadaza ngeenyawo, bambethe ingubo yesele – nto leyo iya kuzisela iJiputa ishwangusha.