Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 20:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo xesha *uNdikhoyo wayalela uIsaya unyana ka-Amozi, wathi: “Zikhulule iimpahla ozinxibileyo zokuzila, ndawonye neembadada zakho.” Ngokwenene ke wawuthobela loo myalelo, waza wahamba ze.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 20

imbono Uisaya 20:2 kwimeko