Kaloku uNdikhoyo uSomandla-onke uya kuzithamsanqela, athi:“Nithamsanqelekile, bantu bam maJiputa!Nani msebenzi wezandla zam, ma-Asiriya, ndiyanithamsanqela!Nditsho nakuni, lifa lam elingamaSirayeli,ndithi nisikelelekile!”