Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 17:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe aya kuba khona amasalela.Kuya kuba ngathi ngumnquma obhululweyokwasala mabini mathathu phezulu,mhlawumbi isine nesihlanu kwahlanzayo,”utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 17

imbono Uisaya 17:6 kwimeko