Izizwe zingade zibe ziyabhonga,zityhuluba okwamanz' olwandle,yena ukhalima kanye, zitsho zisabe;ziphephetheka ngathi luthuli endulini,ngathi yinkunkum' ibalek' isaqhwithi.