Kanti noba ingantshula idubulekwangaloo ntsasa ubuyityala ngayo,liya kubhek' umoya ngasesivunweni –kuphela yoba yinkxwaleko nezifo ezingaphele ndawo.