Kambe ke wena uyindingan' engenangcwaba;wena uyinto esidumbu sibukulwayo.Ngoku sewambethe ababuleweyo abagwazwe ngekrele,abaphoswe emhadini ongxondorha.Ngoku sewuyinto yokuxovulwa ngeenyawo;