Ubunewu-newu bakho namhla bugqunyelelwe,ngokunjalo nengoma yezigingci ingcwatyiwe.Ngoku umandlalo wakho ziimpethu;kukalokunje ingubo yakho seyingamanundu.