Kambe ke yena uAsiriya akakhw' apho;kuthe kanti yena unanjongo yimbi.Suka yena wazimisela ukutshabalalisa;izizwe yena ufun' ukuzicim' igama.