Ewe, koba kungasekho ndlela-mbiningaphandle kokuzinyakathisa phakathi kwabathinjwa,okanye nirhuqwe ndawonye nabaginwa.Naxa kunjalo uNdikhoyo usafuthekile;nanko elekuza ngaloo ngalo yakhe!