ukuze amahlwempu angafumani malungelo,nokuze abacinezelwa bona bangalungiselelwa.Nisuka nibaxhaphaze abahlolokazi,iinkedama zona zibe ngamaxhoba enu.