Phantsi elunyaweni kuye entloko phezulu,hayi konke, kulityufu-tyufu nje!Kuziingongoma, kuziinduma;azicudiswanga, zingakhanyelwanga nangachiza;ewe, khange zikhathalelwe zibotshwe!