Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 1:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke nanku umlomo *kaNdikhoyo –nditsho uNdikhoyo uSomandla-onke,iNgangalala kaSirayeli – uthi:“Ngoku ndiza kukhe ndiphuncule kwiintshaba zam;ewe kaloku, ndiza kuziphindezela.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 1

imbono Uisaya 1:24 kwimeko