Hoyi-i-i-na! Hoyina, mazulu!Bek' iindlebe, nawe hlabathi!Kaloku *uNdikhoyo uthethe wathi:“Ndakhulis' abantwana ndabondla,kodwa ke ngoku bajike bandivukela.