Andizifuni izipho namadini aphuthileyo,kwankqu nesiqhumiso senu siyanditsarha!Andinamdla kwiimbizo neentlanganiso zenuzokuthwasa kwenyanga *noMhla wokuPhumla;amatheko anobugwenxa andikruqule.