Kaloku ndiyanazi, ndlundini kaEfrayim;ewe, Sirayeli, awufihlakalanga apha kum.Wena Efrayim, usahenyuza nangoku!Mh-mh-mh! Urhono-rhono, Sirayeli!