Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhosiya 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ekusunguleni kokuthetha *kukaNdikhoyo ngomlomo kaHosiya uNdikhoyo wathi kuye: “Hamba utshate umfazi wobuhenyu oya kukuzalela abantwana bobuhenyu, kuba abantu beli lizwe nabo bahenyuzile ngokugqithisileyo bakreqa kuNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 1

imbono Uhosiya 1:2 kwimeko