Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto ke noyenza kuba kaloku nina niyimilowo kaNdikhoyo uThixo wenu. Kaloku kuzo zonke izizwe zehlabathi uNdikhoyo uThixo wenu uninyulele ukuze nibe ngabantu abalibango lakhe elilodwa.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 7

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 7:6 kwimeko