Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 6:23-25 Ibhayibhile (XHO96)

23. Wasikhulula kwelaseJiputa, ukuze asibeke apha kweli lizwe awayebathembise ngalo oobawo-mkhulu ngesifungo.

24. Ngokwenjenjalo ke uNdikhoyo uThixo wethu wasiyalela ukuba siyithobele le mimiselo simhlonele, size ke silungelwe bonke ubomi bethu, siphile njengokuba kunjalo namhlanje.

25. Xa sithe sayithobela yonke imiyalelo, siya kumkholisa uNdikhoyo uThixo wethu.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 6