Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 34:9 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshuwa unyana kaNune wazaliswa bubulumko nokuqonda, kuba kaloku uMosis wambeka izandla emngenisa ezihlangwini zakhe. NamaSirayeli ke amthobela uYoshuwa, enza ngokwemiyalelo eyanikwa uMosis nguNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 34

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 34:9 kwimeko