Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 34:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uMosis wesuka kuloo mathafa aseMowabhi, wenyuka intaba iNebho, waya kutsho kuloo ncopho kuthiwa yiPisga imalunga neJeriko. Wathi elapho ke *uNdikhoyo wambonisa lonke elo lizwe: ummandla waseGiliyadi ukunyuka ukuya kutsho kwaDan;

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 34

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 34:1 kwimeko