Yena uzikhethela ezona-zona elizweni,kuba wabelwa inxaxheba yengqwayi-ngqwayi.Umela ubulungisa nemimiselo kaNdikhoyo,zakuba zihlanganisene iinkokheli zakwaSirayeli.”