“Kwintaba iSinayi gqi qhaphu *uNdikhoyo;njengelanga wathi gqi kwaEdom.Wabengezela evela kwiintaba zeParan;wavela enamawaka-waka ezithunywa zakhe,kudangazela okomlilo ngasekunene kwakhe.