Umhlaba wakhe mawuvelise eyona-yona;uthamsanqelwe kukulunga kukaNdikhoyoowayekho etyholweni elivuthayo.La mathamsanqa makavele kwaJosefu,yena olitshawe phakathi kwabantakwabo.