NgoJosefu wathi:“Ke lona ithamsanqa likaNdikhoyo likwaJosefu;umhlaba wakhe mawunyakamiswe yimvulanangamanzi emithombo ampompoza phantsi komhlaba.