Hoyina, zizwe, dumisani ngenxa yabantu bakaNdikhoyo!Kalok' uyalibuyekeza igazi lezicaka zakhe.Zidliwe yimpindezelo iintshaba zakhe;kambe ke uyazicamagushela izono zabantu bakhe nelizwe lakhe.