“Niyabona ke, ndim, ewe ndim ndedwa uThixo;akukho thixo wumbi ngaphandle kwam.Ndiyabulala, ndidlisa ubomi;ndiyenzakalisa, ndiyanyanga futhi;tu ohlangulayo esandleni sam.