Wamqabelisa imimango enyukayo,wayixhamla imveliso yelizwe;watya ubusi emaweni,waza umnquma wavelisa elulwalweni.