Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 31:12 Ibhayibhile (XHO96)

Makuqokelelwe bonke abantu – amadoda, abafazi, nabantwana, ngokunjalo nabangeneleli abalapho phakathi kwenu – khon' ukuze bawuve, bafunde ukumhlonela uNdikhoyo uThixo wenu, bazithobele bazenze ngondileko iimfundiso zalo mthetho.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 31

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 31:12 kwimeko