UNdikhoyo uya kukuthumela ngohlanga oluvela kwelikude eziphelweni zehlabathi, abantu abantetho ungayivayo; bona ke baya kukurhewula njengokhozi.