UNdikhoyo uya kukubetha ngamathumba uxel' amaJiputa. Umzimba wakho uya kuphanjwa zizilonda nalukhwekhwe, urhawuzelelwe ingekho nendlela yokukunyanga.