Kaloku wona ala ukukupha ukutya namanzi ngokuya wawuvela eJiputa; ndaweni yaloo nto aqesha uBhalam unyana kaBhehore, owayephuma kwisixeko iPetore kwelaseMesopotami, ukuba akuqalekise.