“Ungaze uwuhlehlise umlimandlela wentsimi yommelwane wakho. Kaloku wona wamiswa ngamanyange mandulo kwelo lizwe uliphiwe *nguNdikhoyo uThixo wakho.”