“*UNdikhoyo uThixo wakho uze umzimase ngokwenza umbhiyozo *wePasika ngenyanga ka-Abhibhi. Kaloku yena wakukhulula ngabusukwazana buthile ngayo le nyanga kwelaseJiputa.