Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 14:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke wosithatha isishumi eso, uye naso kulaa ndawo inyulwe *nguNdikhoyo uThixo wakho ukuze lizinze khona igama lakhe, usityele khona phambi kwakhe – noba yingqolowa, iwayini entsha, amafutha omnquma, okanye amazibulo enkomo noba ngawegusha. Le nto ke noyenza khon' ukuze nifunde ukuhlala nimhlonela uNdikhoyo uThixo wenu.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 14

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 14:23 kwimeko