Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 12:24-28 Ibhayibhile (XHO96)

24. Ke lona igazi ningaze nilitye, koko lichitheni phantsi oku kwamanzi.

25. Ukuba niyazikhwebula ekutyeni igazi uNdikhoyo uya kukholiseka nini, futhi ke kulunge kuni, ngokunjalo nakwizizukulwana zenu.

26. Yonke into eninikela ngayo kuThixo, nezipho enibhambathise ngazo, ziseni kuloo ndawo uNdikhoyo ayinyulileyo.

27. Nowanikela eqongeni likaNdikhoyo uThixo wenu amadini enu atshiswayo, inyama negazi. Igazi ze nilithulule apho ngaseqongeni, inyama yona niyitye.

28. Nyamekani niyithobele le miyalelo ndininika yona, ukuze nilungelwe ndawonye nezizukulwana zenu, nanini nanini, kuba kaloku noba nisenza yonke into ngokusesikweni nangendlela emkholisayo uNdikhoyo uThixo wenu.”

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 12